Ndiya Nxila Apha E-Bhayi [Miriam Makeba (Five Original Albums)]
Yho, yho ndiyanxil'aph'eBhayi
Yho, yho ndiyanxil'aph'eBhayi
Yho, yho ndiyanxil'aph'eBhayi
Yho, yho ndiyanxil'aph'eBhayi
Ndibuselela nton'ubutywal'aph'eBhayi?
Bendibuselela ntoni ndinxila kangaka?
Ndibuselela nton'ubutywal'aph'eBhayi?
Ndibuselela ntoni ndinxila kangaka?
Tyhini, tyhini ndiyanxil'aph'eBhayi
Tyhini, tyhini ndiyanxil'aph'eBhayi
Tyhini, tyhini ndiyanxil'aph'eBhayi
Tyhini, tyhini ndiyanxil'aph'eBhayi
Ndibuselela nton'ubutywal'aph'eBhayi?
Ndibuselela ntoni ndinxila kangaka?
Bendibuselela nton'ubutywal'aph'eBhayi?
Bendibuselela ntoni ndinxila kangaka?
Iyoyo (Hayo mama ndiyanxil'aph'eBhayi)
Yho (Hayo mama ndiyanxil'aph'eBhayi)
Yho (Hayo mama ndiyanxil'aph'eBhayi)
Yho (Hayo mama ndiyanxil'aph'eBhayi)
Ndibuselela nton'ubutywal'aph'eBhayi?
Ndibuselela ntoni ndinxila kangaka?
Bendibuselela nton'ubutywal'aph'eBhayi?
Bendibuselela ntoni ndinxila kangaka?
Iyo tyhini, tyhini ndiyanxil'aph'eBhayi
Tyhini, tyhini ndiyanxil'aph'eBhayi
Tyhini, tyhini ndiyanxil'aph'eBhayi
Tyhini, tyhini ndiyanxil'aph'eBhayi
Ndibuselela nton'ubutywal'aph'eBhayi?
Bendibuselela ntoni ndinxila kangaka?
Bendibuselela nton'ubutywal'aph'eBhayi?
Bendibuselela ntoni ndinxila kangaka?
Iyoyo (Hayo mama ndiyanxil'aph'eBhayi)
Yho (Hayo mama ndiyanxil'aph'eBhayi)
Iyoyo (Hayo mama ndiyanxil'aph'eBhayi)
Yho (Hayo mama ndiyanxil'aph'eBhayi)
Ndibuselela nton'ubutywal'aph'eBhayi?
Bendibuselela ntoni ndinxila kangaka?
Bendibuselela nton'ubutywal'aph'eBhayi?
Bendibuselela ntoni ndinxila kangaka?