The Retreat Song

Miriam Makeba

Intonga zamakhwenkwe
Zophukel'emlanjeni wo hom
Xa kubethw'intonga
Iya hom

Amadod'ayoyika
Ukubheka emlandweni wo hom
Kuba kubethw'intonga
Iya hom

O jikel'emaweni ndiyahamba
Jikel'emaweni ndiyahamba
O jikel'emaweni ndiyahamba
Jikel'emaweni ndiyahamba

Axhents'amakhwenkwe
Axhentsa kwabamandi
Axhents'amakhwenkwe
Axhentsel'emgodini

Axhents'amakhwenkwe
Axhentsa kwabamandi
Axhents'amakhwenkwe
Axhentsel'emgodini

O jikel'emaweni ndiyahamba
Jikel'emaweni ndiyahamba
O jikel'emaweni ndiyahamba
Jikel'emaweni ndiyahamba

Ajik'amadoda
Ajika kwabamandi
Ajik'amadoda
Ajikel'emgodini

Ajik'amadoda
Ajika kwabamandi
Ajik'amadoda
Ajikel'emgodini

Iyo, iyo, iyo hayi (Jikel'emaweni ndiyahamba)
Iyo, iyo, iyo hayi (Jikel'emaweni ndiyahamba)
Iya hayi hayi hayi yoh hayo (Jikel'emaweni ndiyahamba)
Iyo, iyo, iyo hayi (Jikel'emaweni ndiyahamba)

Ajik'amadoda
Ajika kwabamandi
Ajik'amadoda
Ajikel'emgodini

Ajik'amadoda
Ajika kwabamandi
Ajik'amadoda
Ajikel'emgodini

Intonga zamakhwenkwe
Zophukel'emlanjeni wo hom
Kuba kubethw'intonga
Iya hom

Curiosità sulla canzone The Retreat Song di Miriam Makeba

In quali album è stata rilasciata la canzone “The Retreat Song” di Miriam Makeba?
Miriam Makeba ha rilasciato la canzone negli album “One More Dance” nel 1964 e “Pata Pata” nel 2011.

Canzoni più popolari di Miriam Makeba

Altri artisti di World music