Magwala Ndini

Hmm hala halala
Qhawula (Hayo hoyeye)
Qhawula magwala ndini
Qhawula (Ho yeh hoyeye)
Qhawula magwala ndini
Qhawulani hom (Hayo hoyeye)
Hayi ngenyan' ndoyika magwala ndini (Qhawula magwala ndini)
Qhawulani hom (Hayo hoyeye)
Hayi ngenyan' ndoyika magwala ndini (Qhawula magwala ndini)

Ndithi ke ndakuyibeth'intonga (Hala, hom)
Hoyeye (Qhawula magwala ndini)
Ndithi ke ndakuyibeth'intonga (Hala, hom)
Hoyeye (Qhawula magwala ndini)

Qhawula (Hoyo hoyeye)
Qhawula magwala ndini
Qhawula (Hoye yeyeye)
Qhawula magwala ndini
Qhawulani hom (Hah hah oyeye)
Hayi ngenyan' ndoyika magwala ndini (Qhawula magwala ndini)
Qhawulani hom (Hah hah oyeye)
Hayi ke nyhan' ndoyika magwala ndini (Qhawula magwala ndini)

Ndithi ke ndakuyibeth'intonga (Hom, hom)
Hayi ke (Qhawula magwala ndini)
Ndithi ke ndakuyibeth'intonga (Hala hom)
Hoyeye (Qhawula magwala ndini)

Oh heh oyeye khaniye magwala ndini
Ah hah oh ha ha khaniye magwala ndini
Oh heh oyeye khaniye magwala ndini

Qhawula (Hayo hoyeye)
Qhawula magwala ndini
Qhawula (Hoye hoyeye)
Qhawula magwala ndini

Qhawulani ho heh (Hoye oyeye)
Hayi ngenyan' ndoyika magwala ndini (Qhawula magwala ndini)
Qhawulani ho ah(Hah hah oyeye)
Hayi ke mna ndoyika magwala ndini

Curiosità sulla canzone Magwala Ndini di Miriam Makeba

In quali album è stata rilasciata la canzone “Magwala Ndini” di Miriam Makeba?
Miriam Makeba ha rilasciato la canzone negli album “South Africa's Skylark: Classic & Rarities” nel 2010 e “Phata Phata” nel 2015.

Canzoni più popolari di Miriam Makeba

Altri artisti di World music