Kutheni Sithandwa [Pata Pata 2]

Kutheni sithandwa
Undijonga undigqitha nje?
Kutheni sithandwa
Undijonga undigqitha nje?

Kutheni sithandwa
Undigqith'ungandibulisi heh (Undijonga undigqitha nje?)
Kutheni sithandwa
Undigqith'ungandibulisi heh (Undijonga undigqitha nje?)

Sithandana, sibulisana
Singagqithani nxa sidiban'estalatweni
Kutheni sithandwa ndenzeni na?

Curiosità sulla canzone Kutheni Sithandwa [Pata Pata 2] di Miriam Makeba

Quando è stata rilasciata la canzone “Kutheni Sithandwa [Pata Pata 2]” di Miriam Makeba?
La canzone Kutheni Sithandwa [Pata Pata 2] è stata rilasciata nel 2012, nell’album “Pata Pata - Best Of Vol. 2”.

Canzoni più popolari di Miriam Makeba

Altri artisti di World music