Holilili [Greetings]

Ngeny'imini ekuseni (Emakhayeni)
Ndandifike eBhongweni (Emakhayeni)
Ndava ngezwi elimandi
Limandi ngaphezu lokundi

Latsho kasithukuthezi (Emathafeni)
Wantyiloza ke lomfazi (Emathafeni)
Ndava ngezwi elimandi
Limandi nengoma emandi

Holili alulu
Holilulu
Holili alulu
Holilulu

Lala sana ndiyakumbambazela
Thula baba ndiyakuthuthuzela

Holili alulu
Holilulu
Holili alulu
Holilulu

Lala sana ndiyakumbambazela
Thula baba ndiyakuthuthuzela

Holili alulu
Holilulu
Holili alulu
Holilulu

Canzoni più popolari di Miriam Makeba

Altri artisti di World music