Iinkomo

Nazi inkomo ebuhlanti
Kuvume nabaphantsi
Besithi eyi sani
Kutheni angekhamthati
Ndathi yonk'int'irighti
Yena ungowami
Kodwa kukhona ingxaki
Utata'khe akandifuni

Nazi inkomo ebuhlanti
Kuvume nabaphantsi
Besithi eyi sani
Kutheni angekhamthati
Ndathi yonk'int'irighti
Yena ungowami
Kodwa kukhona ingxaki
Utata'khe akandifuni

Ndathi ndisahleli phantsi komthi
Yadlula yone leyontokazi
Ndiyaqonda ibiyokha amanzi phaya ezantsi emlanjeni
Ndaphakama mna ndayilandela
Njengo clever wase Rhawutini ndasondela
Molo Sana
Ndicela ukuhamba nawe
Elothutyana ndivumele ndithethe nawe
Ndiyi Ntsiki yekhaya ikhaya lakwa Ngxanga
Ndiyi nkosi ndikwenze inkosazana yam
Bamb'isandlasam s'thandwa uzakuba ngumama wabantwana bam
Ndiyazibuza umhle kangaka ukhetha mna amadoda engaka
Ndizakubiza utata wam nawe ubize utata wakho
Bahlale phantsi bobabini baxoxisane

Nazi inkomo ebuhlanti
Kuvume nabaphantsi
Besithi eyi sani
Kutheni angekhamthati
Ndathi yonk'int'irighti
Yena ungowami
Kodwa kukhona ingxaki
Utata'khe akandifuni

Samza ndiyoyika (hayi ayikho int'enjalo)
Ndoyika umama no tata (hayiko int'enjalo)
Umama uzawundi krwitsha
Utata uzakundibetha athi ndiya jola
Ntsika ndiyoyika, ndiyoyika umama uzawundibetha
Utata uzakundi krwitsha krwitsha athi ndiyajola

Hayi andikaze
Mna ndiyibone hayi hayi intombazane entle nje ngaye (heyyyyyy)
Please ntombazane uzundimamele
Nditheth'inyan' sthandwa undi charmile
Ndith ebusuku sthandwa sam mna ndibonisiwe
Mna nawe baby sesitshatile
Please ntombazane uzundikholelwe ndithet'inyani sthandwa ndikuthandile

Nazi inkomo ebuhlanti
Kuvume nabaphantsi
Besithi eyi sani
Kutheni angekhamthati
Ndathi yonk'int'irighti
Yena ungowami
Kodwa kukhona ingxaki
Utata'khe akandifuni

Nazi inkomo ebuhlanti
Kuvume nabaphantsi
Besithi eyi sani
Kutheni angekhamthati
Ndathi yonk'int'irighti
Yena ungowami
Kodwa kukhona ingxaki
Utata'khe akandifuni

Canzoni più popolari di The Soil

Altri artisti di Gospel