Noma Ungahamba

Luphindo Ngxanga, Ntsika Ngxanga, Buhlebendalo

Noma ungahamba
Ndizohlala ndikuthanda
Uyayazi leyo

Noma ungahamba (Sthandwa sam’)
Ndizohlala ndikuthanda (Sthandwa sam’)
Uyayazi leyo (Sthandwa sam’)

Tsabhabhabha ndizonyamezela
Tsabhabhabha ndizonyamezela
Tsabhabhabha ndizonyamezela
Tsabhabhabha ndizonyamezela

Nyamezela nyamezela
Nyamezela wena
Nyamezela nyamezela
Nyamezela wena

Noma ungahamba (Sthandwa sam’)
Ndizohlala ndikuthanda (Sthandwa sam’)
Uyayazi leyo (Sthandwa sam’)
Noma ungahamba (Sthandwa sam’)
Ndizohlala ndikuthanda (Sthandwa sam’)
Uyayazi leyo (Sthandwa sam’)

Ndikukhumbulile (Ndohlalanjalo)
Ndikukhumbulile
Ndikukhumbulile
Ndikukhumbulile
Ndikukhumbulile
Ndikukhumbulile
Ndikukhumbulile

Ndikukhumbulile (Ndohlalanjalo)
Ndikukhumbulile
Ndikukhumbulile
Ndikukhumbulile
Ndikukhumbulile (Ndohlalanjalo)
Ndikukhumbulile
Ndikukhumbulile
Ndikukhumbulile (Ndohlalanjalo)
Ndikukhumbulile
Ndikukhumbulile
Ndikukhumbulile
Ndikukhumbulile (Ndohlalanjalo)
Ndikukhumbulile
Ndikukhumbulile
Ndikukhumbulile
Ndikukhumbulile
Ndikukhumbulile
Ndikukhumbulile

Canzoni più popolari di The Soil

Altri artisti di Gospel