Noyana

Sikuyo indlela
Yelizwe lobomi
Ikhaya labantu
Behleli ngenxeba

Nina ke nahluka
KuThixo ngokona
Nithini noyana
Noyana phezulu

Hey' noyana (Noyana)
Noyana (Noyana)
Noyana (Noyana)
Noyana (Noyana)
Nithini na (nithini noya na)
(Noya na phezulu)

Kwelozwe akukho
Buhlwempu nakanye
Zindyebo nendyebo
Izintwezikhoyo

Izifo azikho
Hay' azingebikho
Nithini, noya na
Noya na phezulu

Hey' noyana (Noyana)
Noyana (Noyana)
Noyana (Noyana)
Noyana (Noyana)
Nithini na (nithini noya na)
(Noya na phezulu)

Ai mina nzohambe Baba (ndohamba)
Ndisiya kuBawo (ndohamba)
Mina nzohambe (ndohamba)
Mina nzohambe (ndohamba)
Ndisiya phezulu
(Ewe ke, ndohamba ndisiya phezulu)

Ewe mina nzohambe, ndisiya phezulu

Ai mina nzohambe Baba
Ndisiya kuBaba
Ndisiya eZulwini
Ndisiya kuwe
Hhheee helele Baba helele Baba iyo

Hey' noyana (Noyana)
Noyana (Noyana)
Mina ndizoya na (Noyana)
Noyana (noyana)
Nithini na (nithini noyana)
NdiyakuBaba bo
Noyana phezulu

Curiosità sulla canzone Noyana di Soweto Gospel Choir

Quando è stata rilasciata la canzone “Noyana” di Soweto Gospel Choir?
La canzone Noyana è stata rilasciata nel 2006, nell’album “Blessed”.

Canzoni più popolari di Soweto Gospel Choir

Altri artisti di Gospel