Muphulusi
Ndi tshi vhona Muphulusi
A tshi fa tshifhambanoni
Ndi a lata zwa shangoni
U di hudza na vhutshinyi
U di hudza na vhutshinyi
Ndi tshi vhona Muphulusi
A tshi fa tshifhambanoni
Ndi a lata zwa shangoni
U di hudza na vhutshinyi
U di hudza na vhutshinyi
Mazith’iingqondo zethu
Zimbonge uYehova
Kuba iinceba Zakhe
Zimi ngonaphakade
Zimi ngonaphakade
Mazith’iingqondo zethu
Zimbonge uYehova
Ngoba iinceba Zakhe
Zimi ngonaphakade
Zimi ngonaphakade
Kubo bonke ooThixo
Akekho onje Ngaye
Kub'iinceba (Kuba iinceba Zakhe)
Zimi ngaphakade (Zimi ngonaphakade)
Zimi ngaphakade (Zimi ngonaphakade)
Kubo bonke (Kubo bonke ooThixo)
Hay'akekho (Akekho onje Ngaye)
Kub'iinceba (Kuba iinceba Zakhe)
Zimi ngaphakade (Zimi ngonaphakade)
Zimi ngaphakade (Zimi ngonaphakade)
Kubo bonke (Kubo bonke ooThixo)
Hay'akekho (Akekho onje Ngaye)
Kub'iinceba (Kuba iinceba Zakhe)
Zimi ngaphakade (Zimi ngonaphakade)
Zimi ngaphakade (Zimi ngonaphakade)