Uve Ngobani

Ye ye, Ye ye
Ye ye ye, Ye ye

(Kawuphinde) Kawuphinde
(Undibeke amabala) Undibeke amabala
(Sukundi bek'amabala) Uve ngoboni na
(Uve ngobani)

Kawuphinde
(Kawuphinde) Kawuphinde
(Undibeke amabala) Undibeke amabala
(Sukundi bek'amabala) Uve ngoboni na
(Uve ngobani)

Qina uzimele
Fund'ukuzimela
Ungakhathazeki
Jong'ubizo lwakho

Qina uzimele
Kawu fund'ukuzimela
Ungakhathazeki nakancinci
Jong'ubizo lwakho

Bayeke bantlantlathe
Bayeke babhibhidle
Wena uyazazi ungubani
Usukaphi, Usingisephi na

Bayeke bantlantlathe
Bayeke babhibhidle
Wena uyazazi ungubani
Uvelaphi, Usingisephi na yoh yoh yoh, Yoh yoh yoh

(Chocho) Yoh yoh yoyo
(Yinco) Yinco
(Chocho) Yeyeyeye
(Uve ngobani)

Chocho
(Chocho) Yinco
(Yinco) Yinco yinco
(Chocho) Chocho
(Uve ngobani)

(Kawuphinde) Kawuphinde
(Undibeke amabala) Amabala yho
(Sukundi bek'amabala) Amabala
(Uve ngobani)

(Kawuphinde) Yhiiiiii
(Undibeke amabala) Yhihihi
(Sukundi bek'amabala) Amabala yoh

(Chocho) Chocho yinco
(Yinco) Chocho yinco
(Chocho) Yinco yinco
(Uve ngobani)

Sukundi bek'amabala
(Chocho) Sukundi bek'amabala yeah
(Yinco) Heyii heyii
(Chocho) Heyii heyiyeye
(Uve ngobani)

Sukundi bek'amabala yoh
(Kawuphinde) Sukundi bek'amabala heyi heyi
(Undibek' amabala) Sukundi bek'amabala
(Sukundi bek'amabala) Amabala
(Uve ngobani)

Chocho yinco
(Kawuphinde) Chocho yinco
(Undibek'amabala) Sukundi bek'amabala
(Sukundi bek'amabala) Yeyiyi yohoho
Uve ngobani
Yhiiiiii yhuuu

Canzoni più popolari di Siphokazi

Altri artisti di African music