Akekh'ofana Nawe

Wawudal'umhlaba nezulu
Akakh'omnye ngaphandle kwakhe
Wandidala ngomfanekiso wakhe
Eneenjongo ngam ezintle

Awubon'ubuhle bakhe?
Awubon'ubulumko bakhe?

UyiNkosi enamandla
Uyinkos'enobubele
Uyinkos'ephakemeyo
Ndiyohlala njalo ndikudumisa

Akekh'ofana Nawe
Akekh'onjengawe
Uyinkosi yamakhosi
Bawo wethu

Akekh'ofana Nawe
Akekh'onjengawe
Uyinkosi yamakhosi

Bawo wethu
Bawo wethu
Osemazulwini
Osemazulwini

Maliphathwe ngobungcwel'igama lakho
Maliphathwe ngobungcwel'igama lakho
Maliphathwe ngobungcwel'igama lakho
Maliphathwe ngobungcwel'igama lakho

Akekh'ofana Nawe
Akekh'onjengawe
Uyinkosi yamakhosi
Bawo wethu

Akekh'ofana Nawe
Akekh'onjengawe
Uyinkosi yamakhosi

Bawo wethu
Bawo wethu
Osemazulwini
Osemazulwini

Maliphathwe ngobungcwel'igama lakho
Maliphathwe ngobungcwel'igama lakho
Maliphathwe ngobungcwel'igama lakho
Maliphathwe ngobungcwel'igama lakho

Canzoni più popolari di Siphokazi

Altri artisti di African music