Into Yam.

Hallow ntombazana
Kunjani na kuwe
Kudala ndifuna ukuthetha nawe
Ntonje ndiyoyika

Matsatsi ah butsilo ubugotsi
Nqanda nabo benditsala tsala
Mna ndifuna wena wedwa
Nqanda nabo benditsala tsala
Mna ndifuna wena wedwa

Ndithinje ndakubona
Ndibethwe luvalo
Ndiphupha ngawe
Ndikhwaz'igama lakho
Ingqondo ayisebenzi ndimlo

Ngqo-ngqo hallow (Vala sthandwa)
Vala sthandwa sam( Val'ucango dala ndikumele)
Ungatsho( Thatha into yakho)
Mandenze njani (Thatha sthandwa)
(Thatha konke dala ndikumele)
Ungatsho (Into yam yeyakho)

Khawuleza sondela sthandwa
Nabo bendicofa-cofa
Matsatsi ah butsilo ubugotsi
Nabo benditsala-tsala
Nqanda nqanda

Sthandwa sam ( Vala sthandwa)
Val'ucango (Valucando dala ndikumele )
Ungatsho( Thatha into yakho)
Awh lovie (Thatha sthandwa)
(Thatha konke dala ndikumele)
Ungatsho (Into yam yeyakho)

Vala sthandwa sam ( Vala sthandwa)
Val'ucango (Valucando dala ndikumele )
Hayi ungatsho( Thatha into yakho)
Hololo (Thatha sthandwa)
Thatha konke (Thatha konke dala ndikumele)
Ungatsho (Into yam yeyakho)

Mama ndicela undivuse
Andiva na andiva na (Into yam)
Wena (Sthandwa yeyakho)
Sohlala sisobabini ( into yakho)
Ngoba ( Sthandwa yakho)
Uyandithanda nam ndiyakuthanda ( into yami)

Mama (Sthandwa yeyakho)
Ndicela undivuse (Into yakho sthandwa yeyam)
Andiva na andiva (Into yam)
Wena (Sthandwa yeyakho)
Sohlala sisobabini ( into yakho)
Ngoba ( Sthandwa yeyakho)
Uyandithanda ndiyakuthanda

Kudala kudala
Oh kudala ndizula
Ndifunana nawe dali wam
Sekukudala
Sekukudala ndizula
Ngoba

Nkosi yam nkosi yam (Into yam)
Into yam ( Sthandwa yeyakho)
Ndithi yeyakho (Into yakho sthandwa yeyam)
Andiva na andiva na (Into yam )
Wena (Sthandwa yeyakho)
Sohlala sisobabini ( into yakho)
Ngoba ( Sthandwa yeyakho)

Canzoni più popolari di Ringo Madlingozi

Altri artisti di R&B