Buya

Khanindibolekeni indlebe
Isendim ngezasemakhaya
Nanku ubhuti nantsika elahleka
Seleziphega malimkrwela icala

Uthi ubuya ekhum-khum kwelase khim-khim
Kodwa simazi ebuya ecala
Uphika ikhaya lakhe uthi kukwammelwane
Uthi izihlobo zakhe abamhambelayo

Ngabantu abazenza abasekhaya
Uthetha i English noba akufuneki
Yhee bhuti khumbul'ikhaya
Uzofumana intsike eeh ehh

Masambeni(Masambeni siye emakhaya)
Siyakhunjulwa(Siyakhunjulwa ngabantana)
Masambeni(Masambeni siye emakhaya)
Siyakhunjulwa(Siyakhunjulwa zizizalwane)

Masambeni(Masambeni siye emakhaya)
Siyakhunjulwa zizizalwane (Siyakhunjulwa ngabantana)
Masambeni(Masambeni siye emakhaya)
Siyakhunjulwa(Siyakhunjulwa zizizalwane)

Nanko selengqongqozela abantu ebusuku
Efuna indawo yoku lala
Selegxothiwe ngisisibani oh lusizana lokwenyani
Uthengise konke anako unguye nje enjalo umbona

Sel'engurhadebe ndithi ngumthimkhulu
Uyalazi igama lakhe
Masambeni(Masambeni siye emakhaya)
Siyakhunjulwa(Siyakhunjulwa ngabantana)
Masambeni(Masambeni siye emakhaya)
Siyakhunjulwa(Siyakhunjulwa zizizalwane)

Masambeni(Masambeni siye emakhaya)
Siyakhunjulwa(Siyakhunjulwa ngabantana)
Masambeni(Masambeni siye emakhaya)
Siyakhunjulwa(Siyakhunjulwa zizizalwane)

Wexu-weku wexu-wexu(Uzobizwa njengewexu-wexu)
Yeah yeah yeah (Ngoba uthethisa abantu into engekho)
Yeah yeah yeah (Uzobizwa njengenikiniki)
Uphila ubomi obumdaka

(Uzobizwa njengewexu-wexu)
Yeah yeah yeah (Ngoba uthethisa abantu into engekho)
Yeah yeah yeah (Uzobizwa njengenikiniki)
Uphila ubomi obumdaka

Masambeni bo
Masambeni bo
Masambeni bo
Masambeni(Masambeni siye emakhaya)
Siyakhunjulwa(Siyakhunjulwa ngabantwana)
Masambeni(Masambeni siye emakhaya)
Siyakhunjulwa(Siyakhunjulwa zizizalwane)

Masambeni(Masambeni siye emakhaya)
Siyakhunjulwa(Siyakhunjulwa ngabantwana)
Masambeni(Masambeni siye emakhaya)
Siyakhunjulwa(Siyakhunjulwa zizizalwane)

(Masambeni siye emakhaya)
(Siyakhunjulwa ngabantwana)
(Masambeni siye emakhaya)
(Siyakhunjulwa zizizalwane)

Masambeni(Masambeni siye emakhaya)
Siyakhunjulwa(Siyakhunjulwa ngabantana)
Masambeni(Masambeni siye emakhaya)
Siyakhunjulwa(Siyakhunjulwa zizizalwane)

Canzoni più popolari di Ringo Madlingozi

Altri artisti di R&B