Uyinto Yonke

Wena uyinto yonke efunwa yintliziyo yam
Wena uyinto yonke efunwa yintliziyo yam
Angeke ndidlalise ngawe nguwe ophetheyo entlizweni yam

Ndenza amayinge ndide ndikufumane

Angeke ndidlalise ngawe angeke ndidlalise ngawe

Angeke ndidlalise ngawe

Canzoni più popolari di Nathi

Altri artisti di Afro-soul