Amalongwe

Nathi

Aaah ayi aaaaaah
Sibasa ngamalongwe

Funda mntanam
Qiniseka kakhulu
Fund’ud'utyekez’imfundo le
Uval’imilenzi ungalibali ngalamakhwenkwe
Azakushiya nemokamoka
Ongasobe uphume kuyo
Kwelikhaya kujongwe kuwe
Ayikhw’indoda
Kusabaswa ngalamalongwe he mntanam

Sibasa ngamalongwe
Sibasa ngamalongwe
kwelikhaya mntanam
Sibasa ngamalongwe
Khumbula ushiy'izindlu sisindwa ngodaka
Ungalihlazisi ikhaya lakho
Kujongwe kuwe
Ayikw’indoda kweli khaya
If’ithwelunqwazi
Kunzima kubaswa ngamalongwe

Sibasa ngamalongwe
Sibasa ngamalongwe he mntanam
Kubaswa ngamalongwe kwelikhaya kunzima
Sibasa ngamalongwe
Kubaswa ngamalongwe kwelikhaya kunzima
Sibasa ngamalongwe

Sibaliselana amabali sijikelez’umlilo
Sibasa ngamalongwe hhhe
sibasa ngamalongwe weeh mntanam
Sibasa ngamalongwe kwelikhaya kunzima
Kubaswa ngamalongwe kunzima
Sibasa ngamalongwe
Sibasa ngamalongwe he mntanam
Sibasa ngamalongwe

Curiosità sulla canzone Amalongwe di Nathi

Quando è stata rilasciata la canzone “Amalongwe” di Nathi?
La canzone Amalongwe è stata rilasciata nel 2016, nell’album “Umbulelo Wam”.

Canzoni più popolari di Nathi

Altri artisti di Afro-soul