Imizamo Yam
Nkosi yam ubundithanda
Ekulahlekeni kwam
Nkosi yam waman'ulanda
Futhi emkhondweni wam
Ilizwi lakho nkosi yam
Lindikhanyisele na?
Nomoya wakho nkosi yam
Usisonwabiso sam
Ndingavuya Nkosi
Xa unoyibona imizamo ya a a am
Ndingavuya Nkosi
Xa unoyibona imizamo ya a a am
Ndingavuya Nkosi
Ndingavuya Nkosi ya a am
Ndingavuya Nkosi
Ndingavuya Nkosi ya a am
Noba amafu angasith'ilanga
Ukhona awungishiyanga
Uhamba nami lonk'ilanga
Njengosana likunina
Nob'uMtyholil'ezondilinga
Izilingo zingaphezi
Uhlale nam Baba ndizifihla
Ethunzini leempiko Zakho
Ndingavuya Nkosi
Xa unoyibona imizamo ya a a am
Ndingavuya Nkosi
Xa unoyibona imizamo ya a a am
Ndingavuya Nkosi
Ndingavuya Nkosi ya a am
Ndingavuya Nkosi
Ndingavuya Nkosi ya a am
Ndingavuya Nkosi
Xa unoyibona imizamo ya a a am
Ndingavuya Nkosi
Xa unoyibona imizamo ya a a am
Ndingavuya Nkosi
Ndingavuya Nkosi ya a am
Ndingavuya Nkosi
Ndingavuya Nkosi ya a am