Ngonyama Kajuda
Jesu umsindisi bo
Walenga emthini bo
Wayivula indlela
Eqonda ekhaya
Elakhe igazi
Lasihlawulela
Sesisindisiwe
Esingahlawuleleka
Xa lihlangene
Ibanga lazulu
Seluba ludumo
Oluka nkulunkulu
Xa lihlangene
Ibanga lazulu
Seluba ludumo
Oluka nkulunkulu
Ngonyama (Ngonyama kaJuda)
Ngonyama kaJuda (Yanqob’usathane)
Yanqob’usathane (Masimi ngakuwe)
Masi ngakuwe sonqotywa ngobani
Ngonyama (Ngonyama kaJuda)
Ngonyama kaJuda (Yanqob’usathane)
Yanqob’usathane (Masi ngakuwe)
Masi ngakuwe sonqotywa ngobani
Yebo sonqotywa (Sonqotywa ngobani)
Hey sonqotywa (Sonqotywa ngobani)
Yebo simile thina (Masi ngakuwe)
Masi ngakuwe sonqotywa ngobani
Yebo sonqotywa (Sonqotywa ngobani)
Hey sonqotywa (Sonqotywa ngobani)
Yebo simile ngakuwe (Masi ngakuwe)
Masi ngakuwe sonqotywa ngobani
Ngonyama (Ngonyama kaJuda)
Ngonyama kaJuda (Yanqob’usathane)
Yanqob’usathane (Masimi ngakuwe)
Masi ngakuwe sonqotywa ngobani
Ngonyama (Ngonyama kaJuda)
Ngonyama kaJuda (Yanqob’usathane)
Simi ke simi ke (Masimi ngakuwe)
Masi ngakuwe sonqotywa ngobani
(Sonqotywa ngobani)
(Sonqotywa ngobani)
Simile thina (Sonqotywa ngobani)
Masi ngakuwe sonqotywa ngobani
Ngonyama (Ngonyama kaJuda)
Ngonyama kaJuda (Yanqob’usathane)
Simi ke simi ke (Masimi ngakuwe)
Masi ngakuwe sonqotywa ngobani
Ngonyama (Ngonyama kaJuda)
Ngonyama kaJuda (Yanqob’usathane)
Simi ke simi ke (Masimi ngakuwe)
(Sonqotywa ngobani)
((Sonqotywa ngobani)
(Sonqotywa ngobani)
Masi ngakuwe sonqotywa ngobani
Sonqotywa ngobani)
(Sonqotywa ngobani)
Masi ngakuwe sonqotywa ngobani
(Ngonyama kaJuda)
(Yanqob’usathane)
Simi ke simi ke (Masimi ngakuwe)
(Sonqotywa ngobani)
Ngonyama (Ngonyama kaJuda)
Ngonyama kaJuda (Yanqob’usathane)
Simi ke simi ke (Masimi ngakuwe)
(Sonqotywa ngobani)
(Sonqotywa ngobani)
(Sonqotywa ngobani)
Masi ngakuwe sonqotywa ngobani
Sonqotywa ngobani)
(Sonqotywa ngobani)
Masi ngakuwe sonqotywa ngobani