Siyekeleni

HLENGIWE MHLABA

Siyekeleni (Siyekeleni)
Sihamb'emhlabeni (Sihamb'emhlabeni)
Sishumayel'iVangeli (Sishumayel'iVangeli)
Sisebasha (Sisebasha)

Siyekeleni (Siyekeleni)
Sihamb'emhlabeni (Sihamb'emhlabeni)
Sishumayel'iVangeli (Sishumayel'iVangeli)
Sisebasha (Sisebasha)

Inhliziyo yam yethabile (Amen)
Umphefumlo wam wonwabile (Amen)
Uxolo basha sikhonz'uThix'emhlabeni (Sikhonz'uThixo)

Yeb'inhliziyo yam yethabile (Amen)
Umphefumlo wam wonwabile (Amen)
Uxolo basha sikhonz'uThix'emhlabeni (Sikhonz'uThixo)

Yeb'inhliziyo yam wonwabile (Amen)
Umphefumlo wam yethabile (Amen)
Uxolo basha sikhonz'uThix'emhlabeni (Sikhonz'uThixo)

Siyekeleni (Siyekeleni)
Sihamb'emhlabeni (Sihamb'emhlabeni)
Sishumayel'iVangeli (Sishumayel'iVangeli)
Sisebasha (Sisebasha)

Yiyo, yiyo lendlela (Yiyo, yiyo lendlela)
(Yiyo, yiyo lendlela yiyo)
Yiyo, yiyo lendlela (Yiyo, yiyo lendlela)
Yiyo, yiyo (Yiyo, yiyo lendlela yiyo)
Yiyo, yiyo lendlela (Yiyo, yiyo lendlela)
Yiyo, yiyo (Yiyo, yiyo lendlela yiyo)

Woza sambe mzalwane (Woza sambe mzalwane)
Woza, woza (Woza sambe mzalwane, woza)
Woza sambe mzalwane (Woza sambe mzalwane)
(Woza sambe mzalwane, woza)

Yiyo, yiyo lendlela (Yiyo, yiyo lendlela)
(Yiyo, yiyo lendlela yiyo)
Yiyo, yiyo lendlela (Yiyo, yiyo lendlela)
Yilendlela, yilendlela (Yiyo, yiyo lendlela yiyo)

Canzoni più popolari di Hlengiwe Mhlaba

Altri artisti di Gospel