Izithembiso

Zingewe (Zingew'izithembiso qha)
Zingewe (Zingew'izithembiso qha)
Zona zingewe (Zingew'izithembiso qha)

Izithembiso zeNkosi yethu
Ziqine zona kunezintaba
Nxa ziwa izisekelo zethu
Elayo izwi limi

Izithembiso zeNkosi yethu
Ziqine kunezintaba la
Nokuba ziwa izinkanyezi
Zingew'izithembiso qha

Zingewe (Zingew'izithembiso qha)
Zona zingewe (Zingew'izithembiso qha)

Zingewe (Zingew'izithembiso qha)
Zona zingewe (Zingew'izithembiso qha)

Zona zingewe (Zingew'izithembiso qha)
Aw zingewe (Zingew'izithembiso qha)
Zona zingewe (Zingew'izithembiso qha)

Canzoni più popolari di Derrick Ndzimande

Altri artisti di Gospel