hamba

Tiago Correia-Paulo

Uyayazi kunzima kanjani
Ndizibuz’ imibuzw’ eliwaka
Oh hoho Oh
Bendingayazi ukuba kuyoze kubenjena
Ifik’ imini yokuba mna ndihambe
Ooh hoo hoo

Senzan’ apha (senzan’ apha)
Sibhidana (sibhidana) siphilel’ abanye (siphilel’ abanye)
Ah ah
Uzundixolele
Andikwazi ukuhlala ndiyaz’ ukuba
Kumele ndihambe ndihambe

Ndihambe
Ndihambe
Ndihambe

Sukukhala
Sukukhala

Canzoni più popolari di Bongeziwe Mabandla

Altri artisti di African music