ukuthanda wena
Uthi ndithini na xa undiphatha kanje
Lumkiswa ngawe
Kodwa zange ndimamele
Ngoba ndikuthanda mna ngentliziyo yami yonke
Wena awunandaba
Ndim isidenge sakho
Kunzima Kubuhlungu
Ukuthanda wena
Kuyabulala ngaphakathi
Ukuthanda wena
Kunzima kubuhlungu
Ukuthanda wena
Kuyabulala ngaphathi
Ukuthanda wena
Kukho nto ondifundise
Ebekade ndingayazi
Uba ndim okhangela ukuthandwa nguwe
Mandithath’ elithuba ngoku
Ndiqale ngami
Ngoba ngeze ndikhangele
Bude buphel’ ubomi bami
Kunzima Kubuhlungu
Ukuthanda wena
Kuyabulala ngaphakathi
Ukuthanda wena
Kunzima kubuhlungu
Ukuthanda wena
Kuyabulala ngaphathi
Ukuthanda wena
Ukuthanda wena
Ukuthanda wena
Ukuthanda wena
Ukuthanda wena
Ukuthanda wena
Ukuthanda wena