Qula

Mhhmmm Yehu qula kwedini
Qula kwedini heum
Mhhmmm Yehu qula kwedini
Qula kwedini heum

Xa uyinkwenkwe uzawutshon’ entabeni
Xa ungumuntu uzawutshona lena
Xa ulishangane üye utafamba moyeni

Xa ungumlungu uzawuthona esbhedlela yo
Xa uliChina uzawutshay’ ikarati
Xa ulikwerekwere yo
Angażi mna uzophelelaphi wena

(Qula kwedini)
(Qula kwedini)
Qula (Kawuze nazo kwedini)
Qula kwedini (Nazo kwedini kababo)

Qula kwedini (Qula kwedini)
(Qula kwedini)
Qula kwedini (Kawuze nazo kwedini)
Qula kwedini (Nazo kwedini kababo)

Eyiyeyi bathi uyinkwenkwe
Eyiyeyi xa ungum’ ehehe
Uzoye entabeni yo
Uyobonis’ ubudoda bakho

Eyiyeyi bathi uyinkwenkwe
Eyiyeyi xa ungum’ ehehe
Uyakuye entabeni yo
Uyobonis’ ubudoda bakho

Qula qula qula qula
He um he um
Quela kwedini

(Qula kwedini)
(Qula kwedini)
Qula (Kawuze nazo kwedini)
(Nazo kwedini kababo)

(Qula kwedini)
(Qula kwedini)
(Kawuze nazo kwedini)
(Nazo kwedini kababo)

Qula qula qula
He um qula
Qula kwedini qula
Qula kwedini

Eyiyeyi bathi uyinkwenkwe
Eyiyeyi xa ungum’ ehehe
Uzoya entabeni bo
Uyobonis’ ubudoda bakho

(Qula kwedini)
(Qula kwedini)
Qula kwedini (Kawuze nazo kwedini)
(Nazo kwedini kababo)

(Qula kwedini)
(Qula kwedini)
(Kawuze nazo kwedini)
(Nazo kwedini kababo)

(Qula kwedini)
(Qula kwedini)
Qula (Kawuze nazo kwedini)
(Nazo kwedini kababo)

Curiosità sulla canzone Qula di Zoo Loo

Quando è stata rilasciata la canzone “Qula” di Zoo Loo?
La canzone Qula è stata rilasciata nel 2013, nell’album “A Tribute To Brenda Fassie - Mabrr, Vol. 2”.

Canzoni più popolari di Zoo Loo

Altri artisti di