Ngum'ntojani
Ngumntu onjani lona onjani lona
Ongafunu ukukhuzwa yoyo
Ngumntu onjani lona onjani lona
Ongafun' ukukhuzwa yoyo ukumamela
Ngumntu onjani lo onjani lona
Ongafun' ukukhuzwa yoyo
Fun' ukuzwa
Ngumntu onjani lona onjani lona
Ongafunu ukukhuzwa yoyo ukumamela eyi
Mpilo yethu inzima ave ekhaya
Abantwana bayalila balambile
Okhutheni sekunjena
Ndiyabuza ngoba angazi
Ubumnyama buzehlele aph' ekhaya
Oko utata wasishiya
Oko ndiyindoda ndimi ndodwa
Ndiyahamba ndithi ndiyekeleni
Ngumntu onjani lona onjani lona
Ongafunu ukukhuzwa yoyo
Fun' ukukuzwa
Ngumntu onjani lona onjani lona
Ongafunu ukukuzwa yoyo ukumamela
Ngumntu onjani lo onjani lona
Ongafunu ukukuzwa yoyo
Fun' ukukuzwa
Ngumntu onjani lo onjani lona
Ongafunu ukukhuzwa yoyo ukumamela
Buti wam (buti wam)
Khawundi mamele (khawundi mamele)
It's time to make a change
And turn your life around (And turn your life around)
Think about your sister
Think about your mother
They looking up to you
Ayi it's time to make a change
And turn your life around (And turn your life around)
Ngumntu onjani lona onjani lona
Ongafunu ukukuzwa yoyo
Fun' ikukuzwa
Ngumntu onjani lona onjani lona
Ongafunu ukukhuzwa yoyo
Ukumela
Ngumntu onjani lona onjani lona
Ongafunu ukukuzwa yoyo
Fun' ikukuzwa
Ngumntu onjani lona onjani lona
Ongafunu ukukhuzwa yoyo
Ukumela
Hayi bo mhlobo wam yehlis’ umoya
Ngob’ impilo yakho xolel’ impilo yakho
Sisi wami ndixolele
Ingxaki zam zixakile
Name ngokwakho Soze ulunge kwezinye
Oh ho ubungu mngane wam ixesha elide
Pho yintoni na ingabe yintoni na
Sisi wami ndixolele
Bomi bam buxakile
Name ngokwakho Soze ulunge kwezinye
Ngumntu onjani lona onjani lona
Ongafunu ukukuzwa yoyo
Fun' ikukuzwa
Ngumntu onjani lona onjani lona
Ongafunu ukukhuzwa yoyo
Ukumela
Ngumntu onjani lona onjani lona
Ongafunu ukukuzwa yoyo
Fun' ikukuzwa
Ngumntu onjani lona onjani lona
Ongafunu ukukhuzwa yoyo
Ukumela
Ngumntu onjani lona onjani lona
Ongafunu ukukuzwa yoyo
Fun' ikukuzwa
Ngumntu onjani lona onjani lona
Ongafunu ukukhuzwa yoyo
Ukumela
Ngumntu onjani lona onjani lona
Ongafunu ukukuzwa yoyo
Fun' ikukuzwa
Ngumntu onjani lona onjani lona
Ongafunu ukukhuzwa yoyo
Ukumela
Ngumntu onjani lona onjani lona
Ongafunu ukukuzwa yoyo
Fun' ikukuzwa
Ngumntu onjani lona onjani lona
Ongafunu ukukhuzwa yoyo
Ukumela
Ngumntu onjani lona onjani lona
Ongafunu ukukuzwa yoyo
Fun' ikukuzwa
Ngumntu onjani lona onjani lona
Ongafunu ukukhuzwa yoyo