Ndiyamthandi
Hayibo ndiyamthanda
Hayibo ndiyamthanda
Hayibo ndiyamthanda yho
Hayibo ndiyamthanda yho
Andifuni andifuni ukuzwalutho
Yebo ndiyamthanda bo
Hayibo ndiyamthanda
Hayibo ndiyamthanda
Hayibo ndiyamthanda yho
Hayi bo ndiyamthanda yho
Andifuni andifuni ukuzwalutho
Yebo ndiyamthanda bo
Ndithi nakhu ngenye imini ndiboniswa (haya iyo ham)
Ndiboniswa ngentombi (iyo ham)
Ubuhle obungaka hayi azange
Ndibubone ngeso lenyama
Abusehli nobuthongo (haya iyo ham)
Ndizbhuqabhuqa ndicingana nawe mntwana (iyo ham)
Bendingavuya bendinga vuyaya
Ndibe nentombi entle njengawe
Hayibo ndiyamthanda
Hayibo ndiyamthanda
Hayibo ndiyamthanda yho
Hayibo ndiyamthanda yho
Andifuni andifuni ukuzwalutho
Yebo ndiyamthanda bo
Hayibo ndiyamthanda
Hayibo ndiyamthanda (haya iyo ham)
Hayibo ndiyamthanda yho
Hayibo ndiyamthanda yho (Iyo ham)
Andifuni andifuni ukuzwalutho
Yebo ndiyamthanda bo
Ndaqond'ukuba hayi suka kwathi ndizazise
Wandimangaza ngobubele obungaka
Saphela sonwaba kwavela kwamandi
Ndicing'kuba ndiphil' iphupho
Alusapheli
Uthando lwami liyenyuka
Khawundithi tshuphe
Ngoba ungenze ntoni na
Hayibo ndiyamthanda
Hayibo ndiyamthanda
Hayibo ndiyamthanda yho
Hayibo ndiyamthanda yho
Andifuni andifuni ukuzwalutho
Yebo ndiyamthanda bo
Hayibo ndiyamthanda
Hayibo ndiyamthanda (haya iyo ham)
Hayibo ndiyamthanda yho
Hayibo ndiyamthanda yho
Andifuni andifuni ukuzwalutho
Yebo ndiyamthanda bo
Hayibo ndiyamthanda
Hayibo ndiyamthanda (haya iyo ham)
Hayibo ndiyamthanda yho
Hayibo diyamthanda yho
Andifuni andifuni ukuzwalutho
Yebo ndiyamthanda bo
Hayibo ndiyamthanda
Hayibo ndiyamthanda (haya iyo ham)
Hayibo ndiyamthanda yho
Hayibo ndiyamthanda yho
Andifuni andifuni ukuzwalutho
Yebo ndiyamthanda yho
Hayibo ndiyamthanda
Hayibo ndiyamthanda
Hayibo ndiyamthanda yho
Andifuni adiyamthanda yho
Andifuni andifuni ukuzwalutho
Yebo ndiyamthanda yho