Daliwami [A Tribute To - Ace House]

Ndithand' udali wami
Mamelani iyelele iye

Wedali wam wena sweetie wam
Ngithanda wena wedwa nje (Iyelele iye iyelele iye)
Ngifuna nokukushada yho
Makungenzeka khona kusasa lo

Mhh kudala mna ndifunana nentombi enjengawe
Kudala mna ndifunana nawe sthandwa sam
Awu mihla nezolo mihla nezolo
Uyawuthuthuzela umoya wam

Ndiboniswa mna nawe siphil' imnyaka
Njengamajuba sofa silahlane
Awu mihla nezolo mihla nezolo
Uyawuthuthuzela umoya wam

We dali wam wena sweetie wam
Ngithanda wena wedwa nje
Ngifuna nokuk' shada yho
Makungenzeka khona kusasa loku

We dali wam wena sweetie wam
Ngithanda wena wedwa nje (Ngithanda wena wedwa nje)
Ngifuna nokukushada yho (Ngifuna nokukushada yho)
Makungenzeka khona kusasa loku (Makungenzeka khona kusasa loku)

Awu ntombazana ndithi kuwe ndidikiwe
Kuzakude kube nini na ndidlalisa
Ntombazana ndithi kuwe ndikhulile
Ndifun' intombi azakundenza indoda emadodeni yho

Ndithanda indlela le wena ntombi ohlonipha ngayo
Ndithanda indlela le eh e oz'qhenya ngayo
Ntombazana ndithi kuwe ndikhulile
Mhm uyawuthuthuzela umoya wam

We dali wam wena sweetie wam
Ngithanda wena wedwa nje (Wena wedwa nje)
Ngifuna nokukushada yho (Nokukushada yho)
Makungenzeka khona kusasa lo (Khona kusasa lo)

We dali wam wena sweetie wam
Ngithanda wena wedwa nje (Wena wedwa nje)
Ngifuna nokukushada yho (Nokukushada yho)
Makungenzeka khona kusasa lo (Khona kusasa lo)

Mhmm kudala mna ndifunana nentombi enjengawe
Kudala mna ndifunana nawe sthandwa sam
Awu mihla nezolo mihla nezolo
Uyawuthuthuzela umoya wam

Ndithanda indlela le wena ntombi ohlonipha ngayo
Ndithanda indlela le wena ntombi e oz'qhenya ngayo
Ntombazana ndithi kuwe ndikhulile
Mhm uyawuthuthuzela umoya wam

We dali wam wena sweetie wam
Ngithanda wena wedwa nje (Wena wedwa nje)
Ngifuna nokukushada yho (Nokukushada yho)
Makungenzeka khona kusasa lo (Khona kusasa lo)

We dali wam wena sweetie wam
Ngithanda wena wedwa nje (Wena wedwa nje)
Ngifuna nokukushada yho (Nokukushada yho)
Makungenzeka khona kusasa lo (Khona kusasa lo)

We dali wam wena sweetie wam
Ngithanda wena wedwa nje (Wena wedwa nje)
Ngifuna nokukushada yho (Nokukushada yho)
Makungenzeka khona kusasa lo (Khona kusasa lo)

We dali wam wena sweetie wam
Ngithanda wena wedwa nje (Wena wedwa nje)
Ngifuna nokukushada yho (Nokukushada yho)
Makungenzeka khona kusasa lo (Khona kusasa lo)

We dali wam wena sweetie wam
Ngithanda wena wedwa nje (Wena wedwa nje)
Ngifuna nokukushada yho (Nokukushada yho)
Makungenzeka khona kusasa lo (Khona kusasa lo)

Curiosità sulla canzone Daliwami [A Tribute To - Ace House] di Zoo Loo

Quando è stata rilasciata la canzone “Daliwami [A Tribute To - Ace House]” di Zoo Loo?
La canzone Daliwami [A Tribute To - Ace House] è stata rilasciata nel 2013, nell’album “A Tribute To - Ace House”.

Canzoni più popolari di Zoo Loo

Altri artisti di