Ndincede

Andigezile ndiyimpumputhe (Ngoku sendibonile)
Ndingumabopha maxoyam (Ngoku sendibonile)
Ndikhuphe kwelihlazo endikulo ayayay
Sindisa umphefumlo wami
Cul' endikulo

Ndincede kulendawo endikuyo
Ndincede andiziva mna
Ndincede kulendawo endikuyo
Ndincede oh andiziva mna

(Ndincede kulendawo endikuyo)
(Ndincede andiziva mna)
(Ndincede kulendawo endikuyo)
(Ndincede andiziva mna)

Bawo ndince kulendawo endikuyo
Bandihlukumezile kodwa wena ukhona
Babethekile ngam bebenzile ngam
Ndisuse kulendawo endikuyo

Bawo Ndikhaphe ndingaxamazeki
Izilingo zininzi wo oh
Sindisa umphefumlo wami
Cul' endikulo

(Ndincede kulendawo endikuyo)
(Ndincede andiziva mna)
(Ndincede kulendawo endikuyo)
(Ndincede andiziva mna)

(Ndincede kulendawo endikuyo)
(Ndincede andiziva mna)
(Ndincede kulendawo endikuyo)
(Ndincede) Andiziva mna

Heroes has spoken
Abantu bathethile ngam
Asoze ndavuma ukubekelwa phansi hoyo

Heroes has spoken
Amaqhawe athethile ngam
Vul' indlela yam ndincede

(Ndincede kulendawo endikuyo)
(Ndincede andiziva mna)
(Ndincede kulendawo endikuyo)
(Ndincede oh andiziva mna)

(Ndincede kulendawo endikuyo)
(Ndincede andiziva mna)
(Ndincede kulendawo endikuyo)
(Ndincede oh andiziva mna)

Heroes has spoken
Amaqhawe athethile ngam
Vul' indlela yam ndincede

Ndincede kawundincede kulendawo endikuyo
Ndincede mhh

Curiosità sulla canzone Ndincede di Zahara

Quando è stata rilasciata la canzone “Ndincede” di Zahara?
La canzone Ndincede è stata rilasciata nel 2021, nell’album “Nqaba Yam”.

Canzoni più popolari di Zahara

Altri artisti di Pop