Ithembalam Nguwe

Ow ithemba'lami nguwe (nguwe)
Sengyavuma nguwe (nguwe)
Soze ndikuyeke (nguwe)
Baby until uvume
Ithemba'lami nguwe (nguwe)
Sengyavuma nguwe (nguwe)
Soze ndikuyeke (nguwe)
Baby until uvume

Ndibangath ngyavula amehlo ami
Ndibona wena ohh sthandwa sam
Ndiba ngath ndiyavula Izindlebe zami
Ziva igama lakho oh
Nqondo yami iyabalisa ngawe
Ntombazane ohhh lovey wami
Ngiyafisa ukumbona lomama
Yena owakuzala

Ohh Ithemba'lami nguwe (nguwe)
Sengayavuma nguwe soze ndikuyeke (nguwe)
Baby until uvume
Ithemba'lami nguwe (nguwe)
Sengyavuma nguwe (nguwe)
Soze ngikuyeke (nguwe)
Baby until uvume

Oh sweet my fohloza
Wena ungichoza njalo mendikubona
Nguwe wedwa ithemba'lami
Nguwe othambis' nqondo yam igcwaliswe ngothando qha
Azange ndayibona mina
Intombazane enhle efana nalonhlwa
Uncumo lakho lenza
Lona ngzomshada ngelobolo qha

Aw' ndicinga ngawe njalo
Aw'ngnike uthando lwakho
Yimi kuphela isthandwa sakho
Angiboni muntu ngaphandle kwakho iye
Aw' ndicinga ngawe njalo
Awungnike uthando lwakho
Oh yim kuphela isthandwa sakho
Angiboni muntu ngaphandle kwakho

Ohh ithemba'lami nguwe (nguwe)
Sengyavuma nguwe (nguwe)
Soze ndikuyeke (nguwe)
Baby until uvume
Ithemba'lami nguwe (nguwe)
Sengayavuma nguwe (nguwe)
Soze ngikuyeke (nguwe)
Baby until uvume

Canzoni più popolari di Soul Kulture

Altri artisti di Afro-soul