Zobuya Nin’iinkomo

[Chorus]
Zobuya nin’ iinkomo
Emathafeni (Zobuy’ ekuseni)

Zobuya nin’ iinkom’ emadlelweni
Emathafen’ ezizwe (Liyana)
Zobuya nin’ iinkomo (liyana)
Zobuya nini (kuseni)

[Verse]
Bophela nin’ obumnyama
Sekusile
Ndibon’ ubuhle belanga
Phezu kweAfrika
Sidudelwe nguJambase
Ntsuku zonke na

Zobuya nini iinkomo
Siyobhiyoza
Woyeka nin’ ukuzizonda
Ophola nin’ amanxeba
Kobuy’ ukukhanya

Zemk’ iinkomo zethu
Zemka nondiva bethi
Ndiva bethi bangcono kunawe

He he he (kuseni)

Bathi bangcono kunawe (Wo zinodaka kuseni)
Hay’ abangcono kunawe (Wo zinodaka kuseni)
Bathi bahle kunawe (Wo zinodaka kuseni)
Batsho behleli phezu kwakho
Khaziml’ ilanga ma uzamazama

Curiosità sulla canzone Zobuya Nin’iinkomo di Simphiwe Dana

Quando è stata rilasciata la canzone “Zobuya Nin’iinkomo” di Simphiwe Dana?
La canzone Zobuya Nin’iinkomo è stata rilasciata nel 2010, nell’album “Kulture Noir”.

Canzoni più popolari di Simphiwe Dana

Altri artisti di African music