Vukani

SIMPIWE DANA, MXOLISI 'MX0' LOKWE, MODJADJI

Vukani ngathi nilele
Busuk’obungenalitha
Nzulu uthandw’entliziyweni
Ngeke side side side
Side sibe ngabantw’abanye
Side sibe ndaweni enye
Wathakath’ekhay’ulizim
Ndenze ndiqondisise yeah

Side side side sibebanye
Ndohlala ndikukhangela
Wandenzela phantsi
Ekhaya wandenzela phantsi

Soz'ufuman'amandlam
Abasekhaya bahleli nam
Band'qinisile band'vezisile
Nd'zobe nd'hleli, ndiz'tshayele
Ndizmamele ngumz'wam lo

Soz'ufuman'amandlam
Abasekhaya bahleli nam
Band'qinisile band'vezisile
Nd'zobe ndizimamele, ndiz'tshayele
Da de dow diz doop dibi dap de dow
Hello ninjani maqhawe
Ndim lo ndithunyelwe
Mlisane nomthinjane
Nilwani nolulame

Sasisakulala ngasonye
Silindel’ingcinezelo
Namhla nguwe, namhla nguwe
Nyulu nzulu wasenz’iintsasa

Nzulu inxeba esalishaywa
Savuk’ekseni sesizinkomo
Mna nawe safel’ubuntu
Ndenze ndiqondisise yeah

Side side side sibebanye
Ndohlala ndikukhangela
Wandenzela phantsi
Ekhaya wandenzela phantsi

Hah hagh
Pinyana ge ere ping
e kwenya ka ping ye kgolo
Semakalle bana batsěya dibetsă ka mafolofolo
Sethunya se ya ikgoshă lapeng laborena
Ikgaleme Afrika
Se nkepele o sa phela
Kgalema lelapa kgalema setshaba
Kgalema motho, ikgopotse motho

Vukani ngathi nilele
Busuk’obungenalitha
Nzulu uthandw’entliziyweni
Ngeke side side side

Curiosità sulla canzone Vukani di Simphiwe Dana

Quando è stata rilasciata la canzone “Vukani” di Simphiwe Dana?
La canzone Vukani è stata rilasciata nel 2007, nell’album “Zandisile”.
Chi ha composto la canzone “Vukani” di di Simphiwe Dana?
La canzone “Vukani” di di Simphiwe Dana è stata composta da SIMPIWE DANA, MXOLISI 'MX0' LOKWE, MODJADJI.

Canzoni più popolari di Simphiwe Dana

Altri artisti di African music