Ilolo

SINETHEMBA DANA

Xa uthi gqi ngam’esigangeni
Isono sam kukba lilolo
Xa uthi gqi ngam ndithetha ndedwa
Isono sam kuba lilolo
Andizisoli noba bangathini
Xa uthi gqi ngam esigangeni
Isono sam kuba lilolo

Ndikhangela igama lam
Ndikhangela igama lam
Ndifunda njalo ,ndikhangele

Xa uthi gqi ngam’esigangeni
Isono sam kukba lilolo
Xa uthi gqi ngam ndithetha ndedwa
Isono sam kuba lilolo

Ndikhangela igama lam
Ndikhangela igama lam
Ndifunda njalo ,ndikhangele

Xa uthi gqi ngam’esigangeni
Isono sam kukba lilolo
Xa uthi gqi ngam ndithetha ndedwa
Isono sam kuba lilolo

Uze undixolele
Xa ndikudlul’endleleni
Ngoba sendihamba kwesiny’isitalato
Mhlab’ unzima (Kwesiny’isitalato)
Kuphila kunzima (Kukhon’okukokwam)
Ewe sendihamba kwesiny'isitalato

Xa intethw’ingahlangani
Mhlawumbe ziyandiwela
Mhlawumbe nje ngeloxesha
Ndikwesiny’isitalato
Ndiyakhangela

(Kwesiny’isitalato)
(Kukhon’okukokwam)
Ndikhangela isigqi
Esithetha kum

Xa uthi gqi ngam’esigangeni
Isono sam kukba lilolo
Xa uthi gqi ngam ndithetha ndedwa
Isono sam kuba lilolo
Andizisoli noba bangathini
Xa uthi gqi ngam esigangeni
Isono sam kuba lilolo

Ndikhangela izulwana x4
Lilelam

Xa uthi gqi ngam’esigangeni
Isono sam kukba lilolo
Xa uthi gqi ngam ndithetha ndedwa
Isono sam kuba lilolo
Izul’elilelam

Undibona ndinje nje
Ndenziwa nguQamata
Ndenziwa ndabangulowo uzinyembezi
Kodwa hayi akusi..
…nto ukukhalaza
Ngoba ngoba ngoba unawe wedwa

Xa uthi gqi ngam’esigangeni
Isono sam kukba lilolo
Xa uthi gqi ngam ndithetha ndedwa
Isono sam kuba lilolo
Xa uthi gqi ngam’esigangeni
Isono sam kukba lilolo
Xa uthi gqi ngam ndithetha ndedwa
Isono sam kuba lilolo

Curiosità sulla canzone Ilolo di Simphiwe Dana

Quando è stata rilasciata la canzone “Ilolo” di Simphiwe Dana?
La canzone Ilolo è stata rilasciata nel 2010, nell’album “Kulture Noir”.
Chi ha composto la canzone “Ilolo” di di Simphiwe Dana?
La canzone “Ilolo” di di Simphiwe Dana è stata composta da SINETHEMBA DANA.

Canzoni più popolari di Simphiwe Dana

Altri artisti di African music