Camagu

Camagu Nkosi yam
Ndicela uxolo
Ngalamatyala am
Endiwenzileyo

Ndicela wena Nkosi (Ndicela)
Ndicela (Ndolulele isandla)
Isandla Sakho (Sakho sokunene)
Undilungise hallelujah (Undilungise)

Isandla sakho (Sakho)
Sokunene (Sokunene)
Ndilungise (Undilungise)

Izwi lahlab'intliziyo yam
Langibonis'ukweduka kwam
Ngaze ngazivum'izono zami
EGolgotha

Yek'umus'ongaka (Yek'umus'ongaka nothando)
Wangifel'esiphambanweni (Nokuthethelelwa)
Ngahlanzw'izono zami (Kwesono)
Ngikhululiwe (Nokukhululwa komphefumlo)
EGolgotha (EGolgotha)

Altri artisti di Gospel