Xoki

TYCOON, KHANYISA JACENI, MARCUS MAKHUTHUDISA, SINOYOLO MSOLO

Ndiyalila oh andikholwa
Ndizophambana ayi ndiyakhala
Kunini ndilindile

Uthe uzobuya uthe uyandithanda
Uthe uzobuya uthe uyandithanda

Ndithi ma ugqok’ isgqoko
Baby wen’ uhlanyisa (Hlanyisa yo)
Njalo ma ukwatile baby
Ndim ndimoyizelisa (Moyizela moyizela)

Uyabona manje uyabona manje
Angifuni lutho manje uyabona manje
Uyabona manje uyabona manje
Angifuni lutho manje uyabona manje
Ulixoki jyo

Hamba hamba hamba hamba
Ulixoki ulixoki ulixoki ulixoki
Hamba hamba hamba hamba

Uyabona manje uyabona manje
Angifuni lutho manje uyabona manje
Uyabona manje uyabona manje
Angifuni lutho manje uyabona manje
Ulixoki jyo

Ulixoki ulixoki ulixoki ulixoki
Hamba hamba hamba hamba

Ndiyalila ha oh andikholwa
Ndizophambana ayi ndiyakhala
Kunini ndilindile

Uthe uzobuya uthe uyandithanda
Uthe uzobuya uthe uyandithanda

Curiosità sulla canzone Xoki di Khanyisa

Chi ha composto la canzone “Xoki” di di Khanyisa?
La canzone “Xoki” di di Khanyisa è stata composta da TYCOON, KHANYISA JACENI, MARCUS MAKHUTHUDISA, SINOYOLO MSOLO.

Canzoni più popolari di Khanyisa

Altri artisti di Amapiano