Yesu Wena UnguMhlobo [Live]
Yesu Wena unguMhlobo
Umhlobo womphefumulo
Ndiza kuWe undincede
Uncede nentliziyo
Yesu Wena (Yesu Wena unguMhlobo)
Ungumhlob'UJesu (Umhlobo womphefumulo)
UYesu nguwe (Yesu Wena unguMhlobo)
Ungumhlobo (Umhlobo womphefumulo)
Mina ndiza kuwe (Ndiza Kuwe undincede)
Undincede (Uncede nentliziyo)
Ndibalekela Kuwe (Ndiza Kuwe undincede)
Undincede (Uncede nentliziyo)
Mina ndiza Kuwe (Ndiza Kuwe)
Ndiza Kuwe (Undincede)
Hlamba lentliziyo (Uncede nentliziyo)
Nceda lentliziyo (Uncede nentliziyo)
Yesu ndiza Kuwe (Ndiza Kuwe)
Ndibalekela Kuwe (Undincede)
Khuph'eyenyama ufak'ekaMoya (Uncede nentliziyo)
Nceda lentliziyo (Uncede nentliziyo)
Oh ke themba limbi ke (Themba limbi andinalo)
Andinalo (Endingabamba lona)
Uyinqaba yimbi wena (Nqaba yimbi andinayo)
Endingangena ngayo (Endingangena kuyo)
Oh ke themba limbi ke (Themba limbi andinalo)
Endingabamba lona (Endingabamba lona)
Oh ke nqaba yimbi wena (Nqaba yimbi andinayo)
Endingangena (Endingangena kuyo)
Oh nqaba yimbi wena (Nqaba yimbi)
Nqaba yimbi (Andinayo)
Endingangena (Endingangena kuyo)
Endingangena (Endingangena kuyo)
Uyinqaba yimbi (Nqaba yimbi)
Nqaba yimbi (Andinayo)
Endingangena ngayo (Endingangena kuyo)
Endingangena (Endingangena kuyo)
Amen, Amen, Amen (Amen, Amen, Amen)
Amen (Amen, Amen, Amen)
Amen, Amen, Amen (Amen, Amen, Amen)
Amen (Amen, Amen, Amen)
Oh nqaba yimbi wena (Nqaba yimbi)
Nqaba yimbi (Andinayo)
Endingangena (Endingangena kuyo)
Endingangena (Endingangena kuyo)
Nqaba yimbi (Nqaba yimbi)
Nqaba yimbi (Andinayo)
Endingangena (Endingangena kuyo)
Endingangena (Endingangena kuyo)