Khauleza

Dorothy Masuka

Khauleza khauleza khauleza mama khauleza
Fihlan' amagokoko wotshwala (khauleza khauleza)
Fihlan' amaholiday (khauleza mama khauleza)
Fihlan' amagokoko wemiqomboti (khauleza khauleza)
Fihlan' namapana (khauleza mama khauleza)

Fihlan' amagokoko wotshwala (khauleza khauleza)
Siqal' ipata elamapolisa (khauleza mama khauleza)
(khauleza khauleza khauleza mama khauleza)

Fihlan' amagogoko wotshwala (khauleza khauleza)
Fihlan' amaholiday (khauleza mama khauleza)
Fihlan' ogavini (khauleza khauleza)
Fihlan' namabhakede (khauleza mama khauleza)

Vulani ama window wemama (khauleza khauleza)
Fihlan' amagogoko wemiqomboti (khauleza mama khauleza)

Abomama bayakhala ema shabeen
Sheshisa mama yo
Fihlan' amagokoko wemiqomboti
Fihlan' ogavini
Fihlan' bhelikhe
Fihlan' amabhakede wemama
Nawa amapolisa azongen' endlini mama
Khauleza sheshisa mama
Khauleza khauleza mama

Jonga jonga jonga yo khauleza
Iyo mama khauleza
Jonga jonga jonga yo khauleza
Iyo mama khauleza

Jonga jonga jonga yo khauleza
Iyo mama khauleza
Jonga jonga jonga yo khauleza
Iyo mama khauleza

Sithi nanka amapoyisa
Ayangen' endlinin mama bathi bathi khauleza
Nanka amapoyisa ayangen' endlinin mama bathi khauleza
Nanka amapoyisa
Ayangen' endlinin mama bathi bathi khauleza
Nanka amapoyisa ayangen' endlinin mama bathi khauleza

Khauleza khauleza iyo mama khauleza
Khauleza khauleza iyo mama khauleza
Khauleza khauleza iyo mama khauleza
Khauleza khauleza iyo mama khauleza

Khauleza khauleza iyo mama khauleza
Khauleza khauleza iyo mama khauleza
Khauleza khauleza iyo mama khauleza

Curiosità sulla canzone Khauleza di Hugh Masekela

In quali album è stata rilasciata la canzone “Khauleza” di Hugh Masekela?
Hugh Masekela ha rilasciato la canzone negli album “Black To The Future” nel 1997, “Greatest Hits” nel 2000, e “Live at the Market Theatre” nel 2006.
Chi ha composto la canzone “Khauleza” di di Hugh Masekela?
La canzone “Khauleza” di di Hugh Masekela è stata composta da Dorothy Masuka.

Canzoni più popolari di Hugh Masekela

Altri artisti di Jazz pop