Hamba

Matibisi Ntshwana, Zikhona Gqamana

Nd'yeke
Nd'yeke
Nd'yeke
Nd'yeke
Nd'yeke
Nd'yeke
Nd'yeke

Xa bendik'phatha kanje
Ungathini na?
Xa ndikwenza kanje
Ungenza ntoni na?
Oh kuthen' ungazami na
Xa ndithi ndiyahamba
Way'phul' intliziyo yam
Ubambo lwami

Wena hamba hamba
Andsafun' uthando lwakho
Hamba hamba
Andsafun' uthando lwakho

Buyis' uthando lwami
Buyis' uncumo lwami
Buyisa (buyisa)
Oh buyisa (buyisa konk' okwami)
Way'phul' intliziyo yam
Ubambo lwami
Wawophul' umphefumlo wam
Udali wami

Wena hamba hamba
Andsafun' uthando lwakho
Hamba hamba
Andsafun' uthando lwakho
Hamba hamba
Andsafun' uthando lwakho
Hamba hamba
Andsafun' uthando lwakho

Andsafun uthando lwakho
Andsafun' uthando lwakho
Mhhh
Mhhh
Andsafun' uthando lwakho
Andsafun' uthando lwakho
Andsafun' uthando lwakho
Andsafun' uthando lwakho

Hamba hamba
Andsafun' uthando lwakho
Hamba hamba
Andsafun' uthando lwakho
Wena hamba hamba
Andsafun' uthando lwakho
Hamba hamba
Andsafun' uthando lwakho

Mhhh
Mhhh
Mhhh
Mhhh

Canzoni più popolari di DJ Chase

Altri artisti di Dance pop