Wakrazulwa

Wakrazulwa ngenxa yami
Liwa laphakade
Kuze ngizifihle kuwe
Nxeba lika Yesu
Nxeba lika Yesu

Yeyani na
Yeyani na le mikrozo
Kwelo cala lakho
Yeyegazi yeyamanzi
Ma ndihlanjululwe
Ma ndihlanjululwe

Iinyembezi
Iinyembezi zeminyaka
Azingeveze nto
Nguwe Nkosi osusayo
Zonk’izono zomntu
Zonk’izono zomntu

Andinanto
Andinanto esandleni
Ndize kanye Nkosi
Sendondele ekrosini
Ekubethelweni
Ekubethelweni

Wakrazulwa ngenxa yami
Liwa laphakade
Kuze ndizifihle kuwe
Nxeba lika Yesu
Nxeba lika Yesu
Amen

Canzoni più popolari di Amadodana Ase Wesile

Altri artisti di Gospel