Unabantu Bakho

Unabantu bakho Thixo
(Ngamaxesha ngamaxesha)
Ngamaxesha onke
Ubagcina ubancede (Ubagcina ubancede)
Endaweni endaweni
Endaweni zonke (endaweni endaweni)
Endaweni zonke

(Bakuwela bakuwela)
Bakuwela imilambo
(Ubanabo ubanabo)
Ubanabo wena
(Bakutshiswa bakutshiswa)
Bakutshiswa ngemililo
(Ubanabo ubanabo)
Ubanabo wena
(Ubanabo ubanabo)
Ubanabo wena

(Apho batshutshiswa apho batshutshiswa)
Apho batshutshiswa khona
(Bomelezwa bomelezwa)
Bomelezwa nguwe
(Nasemarhamncweni nasemarha)
Nasemarhamncweni Thixo
(Bagciniwe)
Bagciniwe nguwe
(Bagciniwe)
Bagciniwe nguwe

(Bakhangela)
Bakhangela kuwe Nkosi
(Aabo bantu aabo bantu)
Aabo bantu bakho
(Babulela babulela)
Babulela bakuthembe
(Aabo bantu aabo bantu)
Aabo bantu bakho
(Aabo bantu aabo bantu)
Aabo bantu bakho

(Bakhangela)
Bakhangela kuwe Nkosi
(Aabo bantu aabo bantu)
Aabo bantu bakho
(Babulela babulela)
Babulela bakuthembe
(Aabo bantu aabo bantu)
Aabo bantu bakho
(Aabo bantu aabo bantu)
Aabo bantu bakho
Amen

Canzoni più popolari di Amadodana Ase Wesile

Altri artisti di Gospel