Nkosi Sihlangene

Thomas Mokhati

Nkosi (nkosi sihlangene)
Kuyo (kuyo indlu yakho)
Yiza nawe (yiza nawe)
Sesingene( sesingene)
Ebusweni (ebusweni bakho)

Intliziyo(intliziyo zethu)
Ziya kugulela (ziya kugulela)
Kwa nemiphefumlo (kwa nemiphefumlo yethu)
Iya kha (iya kukhangela)

Madodana kowethhu masibonisane ngelizwi kwincwadi yoMshumayeli
Isahluko seshumi enabili ivesi yona iyaqala kumazwi athetha ngoluhlobo
Khumbula uMenzi wakho ngeensuku zobuncinane bakho zingakafiki iinsuku zembandezelo
Bathi abafundi beBhayibhile lamazwi ayethethwa nguSolomoni unyana kaDavide
Owathi yena ebuncaneni bakhe akaqala ubutyebi bomhlaba
Wathi Thixo uze mna undiphe ubulumko ukuthi ndibaphathe aba bantu
UThixo bazalwane ngumntu ocengwayo
Uthi xa ethetha uSolomoni ngenyimini uPostoli uPaulos
Ndise ngumntwana ndandisenza iinto zobuntwana
Ndathi ndisaw' kuba indoda ndaqala ndenz' iinto zobudoda
Khumbula uMenzi wakho ungenanto phezu kwendlu ungakwazi ukwehlela phansi
Ngoba uThixo dinga

Ubuncoko (ubuncoko bakho)
Bawo (bawo ma sibuve)
Lakutyhilwa (lakutyhilwa izwi lakho)
Nawe ma sikuve
Amen

Curiosità sulla canzone Nkosi Sihlangene di Amadodana Ase Wesile

Chi ha composto la canzone “Nkosi Sihlangene” di di Amadodana Ase Wesile?
La canzone “Nkosi Sihlangene” di di Amadodana Ase Wesile è stata composta da Thomas Mokhati.

Canzoni più popolari di Amadodana Ase Wesile

Altri artisti di Gospel