Kukho EkaThizo Inacwadi

Kukho eka thixo incwadi
Eyamagama (Eyamagama angcwele )
Abo ba (Abo bakholwayo kuye )
Likhona igama (Likhona igama lakho)
Likhona igama (Likhona igama lakho)

Ama (Amaphepha ayo mahle )
Soloko (Soloko ecocekile)
Oh hlala (Ohlala ngonaphakade )
Likhona (Likhona igama lakho )
Likhona igama (Likhona igama lakho)

Noxa phaya (Noxa phaya ndingaziwa)
Noxa apha (Noxa apha)
Phezulu (Phezulu ezulwini )
Likhona igama (Likhona igama lakho )
Likhona igama (Likhona igama lakho)

Ezalapha (Ezalapha emhlabeni)
Ziyaguga (Ziyaguga zilahlake)
Ekathixo (EkaThixo ayigugi)
Likhona igama (Likhona igama lakho)
Likhona igama (Likhona igama lakho)

Iyabaleka (Iyabaleka ixesha)
Imka (Imka namathuba ayo)
Wophendula (Wophendula ngoko moya)
Likhona igama (Likhona igama lakho)
Likhona igama (Likhona igama lakho)

Iyabaleka (Iyabaleka ixesha)
Imka (Imka namathuba ayo)
Wophendula (Wophendula ngoko moya)
Likhona igama (Likhona igama lakho)
Likhona igama (Likhona igama lakho)
Amen

Canzoni più popolari di Amadodana Ase Wesile

Altri artisti di Gospel