Hosanna Enyangweni

Hosana enyangweni
Ndivuma ngezwi lam
Kunyana kaDavide
Kunyana kaDavide
Kunyana kaDavide
Ozayo ngenxa yam
Hosana
Hosana undisiza
Ebunzimeni bam
Uyeza akabizwa
Uyeza akabizwa
Uyeza akabizwa
Ongumsindisi wam

Ndovatha ezinjani
Ndovatha ezinjani
Ndovatha ezinjani
Wakutyelela kum
Yilungisele wena
Yilungisele wena
Yilungisele wena
Yonk’intliziyo yam
Ndiyini
Ndiyinikela kuwe
Kuwe ongu
Ongumhlanguli wam
Ma iqubude kuwe
Ma iqubude kuwe
Ma iqubude kuwe
Ngenene Nkosi yam

Ndandikhululwe nguwe
Ndandikhululwe nguwe
Ndandikhululwe nguwe
Entolongweni lam
Seliqhawulwe nguwe
Seliqhawulwe nguwe
Seliqhawulwe nguwe
Ikhamandela lam
Elandi
Elandincamisayo
Ncamisayo
Ndalahl’ubomi bam'
Se undivuyisile
Se undivuyisile
Se undivuyisile
Ekulileni kwam

Uyeza
Uyeza akabizwa
Uyeza
Ongumsindisi wam

Uyeza
Uyeza akabizwa
Uyeza
Ongumsindisi wam

Uyeza akabizwa
Uyeza akabizwa
Uyeza akabizwa
Ongumsindisi wam

Uyeza akabizwa
Uyeza akabizwa
Uyeza akabizwa
Ongumsindisi wam

Uyeza
Uyeza akabizwa
Uyeza
Ongumsindisi wam

Amen

Canzoni più popolari di Amadodana Ase Wesile

Altri artisti di Gospel