Bawo Baxolele
Bawo Baxolele
Baxolele
Kuba abazi nto
Ummiselo
Ummiselo wamanyange
Bawo Baxolele
Bawo Baxolele
Bawo Baxolele
Bawo baxolele
Bawo Baxolele
Kuba
Kuba abazi nto
Ivuliwe
Ivuliw'iparadesi
Bana ku bambata
Bana ku bambata
Bana ku bambata
Bawo Baxolele
Bawo Baxolele
Kuba
Kuba abazi nto
Ungandishiyi
Ungandishiyi bawo wam
Kuyo le ntsunguzi
Kuyo le ntsunguzi
Kuyo le ntsunguzi
Bawo Baxolele
Bawo Baxolele
Kuba
Kuba abayazi nto
Mfazi
Mfazi nank'unyana wakho
Wokunyamekala
Wokunyamekala
Wokunyamekala
Bawo Baxolele
Bawo Baxolele
Kuba
Kuba abayazi nto (Ndiyanxanwa)
Ndiyanxanwa ndiyanxanwa
Kulo eli futhe
Kulo eli futhe
Kulo eli futhe
Bawo Baxolele
Bawo Baxolele
Kuba
Kuba abayazi nto
Kugqityiwe
Kugqityiwe kuhlaw'liwe
Liphelilityala
Liphelilityala
Liphelilityala
Bawo Baxolele
Bawo Baxolele
Kuba
Kuba abazi nto
Yamkela
Yamkela umphefumlo wam
Bawo baxolele
Bawo baxolele
Bawo baxolele
Amen